Umsebenzi Wabathunywa 21:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke wena zibandakanye nawo, ungene *ekuhlanjululweni, uze uwahlawulele iindleko zawo, abe nako ukuzicheba iintloko zawo. Ngale ndlela ke wonke umntu uya kuqonda ukuba bubuxoki yonke le nto bayivileyo ngawe – ndaweni yaloo nto wena ngokwakho usawugcinile umthetho kaMosis.

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:20-28