Umsebenzi Wabathunywa 21:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Sakwahlukana nabo, sangena enqanaweni, sahamba ngqo sada saya kufika eKos. Ngengomso sagaleleka eRodo, sasuka saya kutsho ePatara.

2. Safumana inqanawa apho eyayisiya eFenike, saza sangena kuyo, sahamba ngayo.

Umsebenzi Wabathunywa 21