Umsebenzi Wabathunywa 21:1 Ibhayibhile (XHO96)

Sakwahlukana nabo, sangena enqanaweni, sahamba ngqo sada saya kufika eKos. Ngengomso sagaleleka eRodo, sasuka saya kutsho ePatara.

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:1-2