Umsebenzi Wabathunywa 20:38 Ibhayibhile (XHO96)

Babehlatyaniselwe ngokukodwa ngamazwi awawathetháyo esithi abayi kuphinda bambone. Baza ke bamkhapha, baya naye enqanaweni.

Umsebenzi Wabathunywa 20

Umsebenzi Wabathunywa 20:33-38