Umsebenzi Wabathunywa 19:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ngexesha uApolo wayeseKorinte, uPawulos yena wacanda phakathi kuloo mimandla, waya kufika e-Efese. Apho wafumana iqela labalandeli bakaYohane,

2. wababuza wathi: “Namamkela na uMoya oyiNgcwele ukuzinikela kwenu?”Baphendula bathi: “Asizange sive nokuva ukuba kukho uMoya oyiNgcwele.”

Umsebenzi Wabathunywa 19