Umsebenzi Wabathunywa 19:2 Ibhayibhile (XHO96)

wababuza wathi: “Namamkela na uMoya oyiNgcwele ukuzinikela kwenu?”Baphendula bathi: “Asizange sive nokuva ukuba kukho uMoya oyiNgcwele.”

Umsebenzi Wabathunywa 19

Umsebenzi Wabathunywa 19:1-10