Umsebenzi Wabathunywa 18:28 Ibhayibhile (XHO96)

kuba ngenxa yobuciko bakhe wayewoyisa amaJuda ezingxoxweni. Kaloku wayecaphula eziBhalweni, ebonisa ukuba uYesu *unguKrestu.

Umsebenzi Wabathunywa 18

Umsebenzi Wabathunywa 18:18-28