Umsebenzi Wabathunywa 12:20 Ibhayibhile (XHO96)

UHerode wayengavisisani mpela nabantu baseTire nabaseSidon. Kwakuba njalo bavumelana ngokuthumela igqiza labameli. Lona laqala lavana noBlasto, induna yasebhotwe, laza langena ngaye ukudala imvisiswano. Babecela uxolo kuba ilizwe labo lalixhomekeke kummandla kaHerode ekufumaneni ukudla.

Umsebenzi Wabathunywa 12

Umsebenzi Wabathunywa 12:12-21