Umsebenzi Wabathunywa 12:19 Ibhayibhile (XHO96)

UHerode wathi mabamfune, kodwa abazange bamfumane. Ngoko ke abalindi bancinwa, waza uHerode wagunyazisa ukuba babulawe.Emva kwesi singaneko ke, uHerode wemka kwaJuda, waya kuhlala eKhesariya okwexeshana.

Umsebenzi Wabathunywa 12

Umsebenzi Wabathunywa 12:17-25