Umatewu 12:4 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku wangena endlwini kaThixo, wazitya izonka ezazinikelwe kuThixo. Kanti ngokomthetho ezi zonka yena neqela lakhe babengamelwe kuzitya. Ngababingeleli kuphela ababenelo lungelo.

Umatewu 12

Umatewu 12:1-6