Umatewu 12:5 Ibhayibhile (XHO96)

Khona, anifundanga na *emthethweni kaMosis okokuba ababingeleli bayawaphula umthetho woMhla wokuPhumla endlwini kaThixo, bangabi natyala noko?

Umatewu 12

Umatewu 12:1-13