Ukususela kwimihla yooyihlo niyityeshele imimiselo yam, anayigcina. Ngoko ke uNdikhoyo onamandla onke uthi: ‘Buyelani kum; nam ndobuyela kuni.’“Niyabuza ke nisithi: ‘Masibuyele kuwe njani na?’