Umalaki 3:8 Ibhayibhile (XHO96)

“Umntu angamqhatha na uThixo? Kanti nina niyandiqhatha!“Nobuza ke nithi: ‘Sikuqhatha kanjani na?’“Kaloku nindenzela ubuqhophololo kwizishumi nakwiminikelo.

Umalaki 3

Umalaki 3:1-11