Kambe uMkhululi wawo womelele;nditsho lo ugama linguNdikhoyo onamandla onke.Uya kuwalamlela kwabo bawachasayo,alinike inzolo ilizwe lawo,abagungqise abemi baseBhabheli.