Ujeremiya 50:33 Ibhayibhile (XHO96)

Utsho uNdikhoyo onamandla onke ukuthi:“Aphantsi kwengcinezelo amaSirayeli,kwanamaJuda ngokunjalo.Avalelwe ngabo bantu athinjwe ngabo;abavumi ukuwandulula.

Ujeremiya 50

Ujeremiya 50:28-37