Uisaya 58:13 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo ke uthi:“Ukuba nithe ke nawuhlonela *uMhla wokuPhumla,nayeka ukuzikholisa ngalo mhla wam uwodwa,xa nithe nawulangazelela lo mhla,ukuba niyawuxabisa umhla kaNdikhoyo,ngawo ningenzi misebenzi iyeyenu,niyeke ukuzonwabisa ngawo nokuthetha ngokungakhathali,

Uisaya 58

Uisaya 58:12-14