Uisaya 58:12 Ibhayibhile (XHO96)

Abanye benu baya kuwakha amabhodlo akudala;iziseko zamandulo ziya kuvuswa.Kothiwa ningabakhi beendonga eziwileyo,abavusi bezitalato ukuze kumiwe kuzo.”

Uisaya 58

Uisaya 58:5-14