Uhezekile 44:3 Ibhayibhile (XHO96)

Yinkosi kuphela komntu onokuhlala ngaphakathi kwesango atye phambi kukaNdikhoyo. Iya kungena ngevaranda yesango, ize ibuye iphume kwangayo.”

Uhezekile 44

Uhezekile 44:1-7