Uhezekile 44:4 Ibhayibhile (XHO96)

Indoda yandisa phambi kwendlu kaThixo ngesango elingentla. Ndakhangela ndaza ndabubona ubuqaqawuli bukaNdikhoyo buyizalisa indlu kaThixo, ndacambalala ndifihla ubuso.

Uhezekile 44

Uhezekile 44:3-12