Uhezekile 44:2 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi *uNdikhoyo kum: “Eli sango malihlale livaliwe. Lize lingavulwa; kungangeni mntu ngalo. Liza kuhlala livaliwe kuba uNdikhoyo, uThixo kaSirayeli, ungene ngalo.

Uhezekile 44

Uhezekile 44:1-10