Uhezekile 39:4 Ibhayibhile (XHO96)

Wena nawo wonke umkhosi wakho nesizwe sakho siphela niya kufela ezintabeni zakwaSirayeli. Ndiya kunenza nibe kukutya kweentaka namarhamncwa.

Uhezekile 39

Uhezekile 39:1-5