Uhezekile 39:3 Ibhayibhile (XHO96)

Isaphetha sakho ndiya kusibetha siwe kwisandla sakho sasekhohlo, neentolo zakho ziwe kwisandla sakho sasekunene.

Uhezekile 39

Uhezekile 39:1-7