Uhezekile 21:28 Ibhayibhile (XHO96)

“Wena ke, mntundini, shumayela uthi: INgangalala uNdikhoyo ibhekisa kuma-Amon nezingcikivo zawo, ithi:“Ikrele, ikrele lokubulala,liyabengezela, lifuna emntwini,limenyezela okombane.

Uhezekile 21

Uhezekile 21:23-32