Uhezekile 21:29 Ibhayibhile (XHO96)

Nakuloo mibono ingeyonyani,mibono leyo ingawe,xa kuvunyiswa ngawe,wozitsheca iintamozabakhohlakeleyoabafanele ukubulawa;kuba imini yabo ifikile,ixesha lokohlwaywa kwabo ligalelekile.

Uhezekile 21

Uhezekile 21:19-32