Uestere 2:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena uEstere wahlala eyifihlile imvelaphi yakhe ndawonye nobuhlanga bakhe kanye ngaloo ndlela wayeyalelwe ngayo nguModekayi. Kaloku nangoku wahlala esephantsi kweengcebiso zikaModekayi kwanjengoko wayesenza ukumkhulisa kwakhe.

Uestere 2

Uestere 2:16-23