Uestere 2:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ngelo thuba uModekayi wayesesangweni apho kwakumkani, uBhigetan noTereshe, isibini samaphakathi kakumkani esasilinda amasango, bobabini basuka bacaphuka, baza baceba ukwenza iyelenqe lokubulala ukumkani uAsuwerosi.

Uestere 2

Uestere 2:13-23