Udaniyeli 12:4 Ibhayibhile (XHO96)

“Kambe ke, wena Daniyeli, ezi ndaba mazibe zezakwamkhozi, uyitywine incwadi leyo kude kube sekusongweni kwamaxesha, xa abaninzi baya kunyuka besihla bezama ukufumana ulwazi oluphangaleleyo ngezi zinto.”

Udaniyeli 12

Udaniyeli 12:2-7