Udaniyeli 12:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku iinkokheli ezinobulumko ziya kukhanya ziqaqambe njengesibhakabhaka, baze abo bakhokelele abaninzi kwihambo elungileyo bakhazimle babengezele njengeenkwenkwezi ngonaphakade kanaphakade.

Udaniyeli 12

Udaniyeli 12:2-13