Koba ngathi umntu ubaleka ingonyama,aye kugagana nebhere.Koba ngathi umntu ungena endlwini, abambelele eludongeni,suka alunywe yinyoka kweso sandla.