Mawoo kwabo balangazelela imini *kaNdikhoyo!Ngaba kanene kuni loo mini yoba yimini enjani?Imini kaNdikhoyo yoba sisithokothoko sobumnyama, ingabi kukukhanya.