Imini kaNdikhoyo iya kuba bubumnyama, ingabi kukukhanya.Yoba sisithokothoko sentsunguzi engenalitha.