Ndiyabazi kaloku ubuninzi bobugwenxa benunobukhulu bezono zenu.Nitshutshisa abantu abamsulwa;niyakuthanda nokunyotywa.Amahlwempu niyawavala angeviwa ezinkudleni zenu.