Njengoko niwacinezela amahlwempu,niwarhumisa nangengqolowa ayivunileyo,anisobe nizihlale ezo zindlu zenu zamatye aqingqiweyo,ningasobe niyisele newayini evela kwezo zidiliya zenu zinqwenelekayo.