“Ndahlisa ulophu olutshisayo nomngundane,zazitsho zee waca izityalo nezidiliya zenu,iinkumbi zawanqunqutha amakhiwane enu nemithi yeminquma.Phezu koko anibuyelanga kum.”Nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo.