“Ndanihlisela isibetho esifana nesaseJiputa,oonyana benu bawa ngekrele edabinikunye namadoda akhwela amahashe.Zanuka phu iikampu zenu liphunga lezidumbu zabo,suka nina anabuyela kum.”Nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo.