Basuka kule dolophu baya kuleya abantu,befuna amanzi okusela,suka akabanela.Kodwa phezu koko anibuyelanga kum.”Nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo.