“Ndim ozise imbalela iinyanga ezintathu phambi kwesivuno,ndanisa imvula kule dolophu, ndayishiya leya;yanetha kule intsimi, enye ndayishiya ibharhile.