“Abanye benu ndababhubhisa ngalaa ndlela ndabhubhisa iSodom neGomora ngayo.Nina nasinda ngathi sisikhuni sixwilwe emlilweni,kodwa anifuni kude nibuyele kum.”Nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo.