Kwabaseroma 2:14 Ibhayibhile (XHO96)

Abantu abangengomaJuda àbanawo umthetho kaMosis; kodwa xa bathe ngokwemvelo bahamba ngokomthetho, bangumthetho ngokwabo, nangona bengenawo umthetho kaMosis.

Kwabaseroma 2

Kwabaseroma 2:11-20