Kwabaseroma 2:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku abantu abalungileyo ngokukaThixo asingabo abo bawuva nje umthetho bangayenzi into oyithethayo. Ngabo bayenzayo into eyalelwa ngumthetho abangamalungisa.

Kwabaseroma 2

Kwabaseroma 2:7-19