Kwabaseroma 2:15 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuziphatha kwabo kubonakalisa ukuba ngemvelo bayakwazi okusemthethweni. Nezazela zabo ziyakungqina oku, kuba ngamanye amaxa ziyabagweba, zize ngawambi zibagwebele.

Kwabaseroma 2

Kwabaseroma 2:12-24