Kwabaseroma 2:12 Ibhayibhile (XHO96)

Bonke abonileyo bengekho phantsi *komthetho kaMosis, baya kutshabalala bengaphandle kwawo; nabo bonke abonileyo bephantsi komthetho kaMosis, baya kugwetywa ngawo.

Kwabaseroma 2

Kwabaseroma 2:10-13