Kumahebhere 7:27 Ibhayibhile (XHO96)

Yena akafani nabanye ababingeleli. Akukho mfuneko yakuba asondeze amadini mihla le, ngenxa yezono zakhe nangenxa yezono zabantu. Wasondeza idini kwaba kanye qwaba, ukuzinikela kwakhe.

Kumahebhere 7

Kumahebhere 7:21-28