Kumahebhere 7:28 Ibhayibhile (XHO96)

Umthetho kaMosis wona umisela abantu ababuthathaka ukuba babe ngababingeleli abakhulu. Kodwa sona isithembiso sikaThixo esinesifungo – eso sifike emva komthetho – simisele uNyana ohlala esulungekile nanini nanini.

Kumahebhere 7

Kumahebhere 7:26-28