Kumahebhere 12:17 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo niyazi ukuba kamva wathi efuna ukuyibanga intsikelelo akamkeleka. Ewe, wayeyifuna nangeenyembezi, kodwa akayizuzanga, kuba akazange alifumane ithuba lokuguquka.

Kumahebhere 12

Kumahebhere 12:12-20