Kumahebhere 12:18 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe nina anijongananga nanto iphathekayo njengamaSirayeli entabeni yeSinayi, eyayidangazela umlilo, inobumnyama obuzala isithokothoko, inoqhwithela,

Kumahebhere 12

Kumahebhere 12:17-24