Kumahebhere 12:16 Ibhayibhile (XHO96)

Lumkani kungathi kanti kukho umntu olihilihili, okanye ophandl' apha njengoEsawu. Kaloku yena waphulukana nobuzibulo bakhe ngenxa yokutya.

Kumahebhere 12

Kumahebhere 12:8-20