Iinkokheli 16:19 Ibhayibhile (XHO96)

UDelila walalisa uSamson emathangeni akhe, waza ke wabiza umntu, wacheba amafrerha osixhenxe akhe. Ngokwenjenje ke uDelila wamenza waphelelwa ngamandla uSamson.

Iinkokheli 16

Iinkokheli 16:9-24-25