Iinkokheli 16:18 Ibhayibhile (XHO96)

UDelila akuqonda ukuba uxelelwe yonke inyaniso nguSamson, wathumela kwizikhulu zamaFilistiya, wathi: “Yizani kwakhona; undixelele konke.” Ke zeza zimphathele imali leyo.

Iinkokheli 16

Iinkokheli 16:13-24-25