Iinkokheli 16:17 Ibhayibhile (XHO96)

wamchazela konke, wathi: “Iinwele zam zange zichetywe. Ndanikelwa *ndalilolo likaThixo kwasekuzalweni kwam. Xa zinokuchetywa iinwele zam, angaphela amandla am, ndibe buthathaka nam, ndifane nabanye abantu.”

Iinkokheli 16

Iinkokheli 16:16-20